Entries by Benson Mufunde

KUYAYIWA KWAYIWAYO – Coming Soon

Imixholo ekulo mdlalo yenika umdla, kuba ijolise kubomi banamhlanje ikwakrobe kwingomso. Iquka oku kulandelayo: Ungquzulwano lwezenkolo, izimilo zabantwana, ubudlelwane phakathi korhulumente neenkosi, imingeni yezopolitiko, ukuthutyeleziswa kweziyobisi, umthetho kamthetho, ezothando nomitho lwamantombazana, ubugqwirha nokubulalana ngenxa yamayelenqe ezikhundla, itolongo, ubusela nobugewu, unyana weNkosi ozimisele ukuba ngusisi elahla isini sakhe, ndibala ntoni na. U-Kuyayiwa Kwayiwayo ngumdlalo omalunga nobudlelwane […]

Pupils urged to learn heritage

Monday November 5, 2018 was an important day for Amava Heritage Publishing Pty Ltd. On behalf of the company, its Director, Mr. Themba Ngada had an opportunity to take the company’s vision – learning, appreciating and embracing one’s heritage and culture; to learners in Khayelitsha. The event, at Khayelitsha Library, dwelt on the African heroes […]

,

The Name Says It All

Colonialism succeeded because we still call ourselves, our places and things the way they defined the difference between superior and inferior. They allocated superior names, colours and things to themselves and all inferior names, colours and things to us. King William’s Town does not refer to King Ngqika, Ndlambe or Hintsa or any African for […]

Sisifa kangaka nje ngumngcwabo

Ndikhe ndaya emngcwabeni namhlanje, kudala ndagqibela ukuya emngcwabeni apho ndingumbukeli, ungenziwa ndim umngcwabo lowo, oko ndamkela ubizo. Kwindawo endaziwa kakhulu kuyo bendakuphela ndibizelwa ngaphambili ndisetyenziswa. Le nkululeko ke indinike ithuba lokuba khe ndibuye umva ndibukele ndakhe umkhanya ndijonge nezi ndingazenzi kakuhle kwamna lo izinto. Ndigqiba ngelithi, sisahleli kwindlela yempecuko (ndenza ngabom), yobuKrestu/ yaseNtshona yokungcwaba siyazibizela […]

9 September 1873 – Maqoma Dies

I shave my head in mourning I hide myself in grief I lock my voice in sadness   I paint my house in mud of bereavement I drown my joy in sorry I lift my heart in remembrance   I cancel my festival to show respect Ahh! Jongumsobomvu Ingwe ka Fodayisi!! Nyok’emnyam’ecandiziziba   He was […]

Andithethi nalomRharhabe, Andimfuni lo mGcaleka!!

“Baphela abantu bam kukuswela ukuqonda.” Igama lekumkani yokugqibela ukulawula imbumba yobukumkani bamaXhosa nguPhalo. Wazala oonyana ababini abalinganayo ngokutyhoboza isizalo kwanangezindlu abazalelwe kuzo. Kungatshiwo kuthiwe uGcaleka uzalwa kwindlu-nkulu yokuqala kodwa naye uRharhabe uzalwa endlu-nkulu yesibini. Indlu-nkulu isekhohlo ngumfazi iNkosi okanye ikumkani emthathelwe sisizwe, kufuneka abe uzalwa ebukhosini apho asuka khona. Apha ekunene iNkosi okanye ikumkani izithandela […]

AAH!! Zanzolo

May 12 is a very depressing day for the nation. We mark the death of King Hintsa in 1835 AA H! Zanzolo, son of KHawuta, grandson of King Phalo kaNkosiyamntu kaMalangana kaXhosa. Sir Harry Smith has this Great man’s blood on his hands. As governor of the British Kaffraria based in King Williams Town made a […]