Court Room Library

KUYAYIWA KWAYIWAYO - Coming Soon

Imixholo ekulo mdlalo yenika umdla, kuba ijolise kubomi banamhlanje ikwakrobe kwingomso. Iquka oku kulandelayo: Ungquzulwano lwezenkolo, izimilo zabantwana, ubudlelwane phakathi korhulumente neenkosi, imingeni yezopolitiko, ukuthutyeleziswa…

Pupils urged to learn heritage

Monday November 5, 2018 was an important day for Amava Heritage Publishing Pty Ltd. On behalf of the company, its Director, Mr. Themba Ngada had an opportunity to take the company’s vision – learning, appreciating and embracing one’s heritage…
Court Room Library

The Name Says It All

,
Colonialism succeeded because we still call ourselves, our places and things the way they defined the difference between superior and inferior. They allocated superior names, colours and things to themselves and all inferior names, colours and…

Sisifa kangaka nje ngumngcwabo

Ndikhe ndaya emngcwabeni namhlanje, kudala ndagqibela ukuya emngcwabeni apho ndingumbukeli, ungenziwa ndim umngcwabo lowo, oko ndamkela ubizo. Kwindawo endaziwa kakhulu kuyo bendakuphela ndibizelwa ngaphambili ndisetyenziswa. Le nkululeko…
Court Room Library

IMFAZWE kaMLANJENI

Imfazwe ka Mlanjeni (eyoMqungu/January 1850- January 1853) nguThemba Ngada INGCOMBOLO Sakukhumbula ke bafundi ukuba ukungena kwabamhlophe kweli kuqale kunxweme lwaseKapa. Bahlasela ke behamba besidla imihlaba yabantu nezizwe zooNoqhakancu…

9 September 1873 - Maqoma Dies

I shave my head in mourning I hide myself in grief I lock my voice in sadness   I paint my house in mud of bereavement I drown my joy in sorry I lift my heart in remembrance   I cancel my festival to show respect Ahh!…

Andithethi nalomRharhabe, Andimfuni lo mGcaleka!!

“Baphela abantu bam kukuswela ukuqonda.” Igama lekumkani yokugqibela ukulawula imbumba yobukumkani bamaXhosa nguPhalo. Wazala oonyana ababini abalinganayo ngokutyhoboza isizalo kwanangezindlu abazalelwe kuzo. Kungatshiwo kuthiwe uGcaleka…

AAH!! Zanzolo

May 12 is a very depressing day for the nation. We mark the death of King Hintsa in 1835 AA H! Zanzolo, son of KHawuta, grandson of King Phalo kaNkosiyamntu kaMalangana kaXhosa. Sir Harry Smith has this Great man's blood on his hands. As governor…
Court Room Library

FREEDOM CELEBRATION MEANS YOU WERE, AT SOME POINT, NOT FREE

Freedom is much more than just the right to act however one chooses—it also stands for securing to everyone an equal opportunity for life, liberty, and the pursuit of happiness. More so it’s incomplete without Heritage as a major component…
Court Room Library

TRADITIONAL COURTS BILL

,
I have never had to listen to Africans hating themselves like in a recent After-8 debate on SAFM one morning. The Traditional Courts Bill just approved by Cabinet was on the table. The agitation came from people who never grew up or lived in…