• 0Shopping Cart
Amava Heritage Publishers
  • Facebook
  • Twitter
  • Youtube
  • Home
  • About
  • Services
  • Gallery
  • Blog
  • Resources
  • Shop
    • Account
    • Cart
    • Checkout
  • Contact
  • Search
  • Menu Menu

by Fmeaddons

UbuNgqina bobuKrestu bama-Afrika

Rated 3.00 out of 5 based on 1 customer rating
(2 customer reviews)

R150.00 Excl. VAT

Yintlaninge yencwadi ezibhaliweyo zapapashwa kweli ngobuKrestu buphela nezimalunga neeNkonzo eziziMeleyo. Ezinye zibhalwe ziincakuba zeengqiqi-buThixo ezinye zazo zibhalelwe uluntu. Kuzo zombini ezi nkalo akukho nenye ebhalwe ngamalungu ezi nkonzo.

UbuNgqina bobuKrestu bama-Afrika yincwadi eyahluke kakhulu ngendlela ezimbini; okokuqala ababhali bayo ngamaAfrika azinkokheli zeNkonzo eziziMeleyo-bebalisa ibali labo; bezithethela ngokwabo. Le ncwadi ibuza umbuzo wokuba kutheni le nto zivumelekile ezinye izizwe ukuba zamkele ubuKrestu zibugcine nobuzwe bazo? Kungoba kutheni lento kufuneka uguquke ube liNgesi ukuze ube ngumKrestu osulungekileyo? Bubumdaka ukuba ngumAfrika akuhlangani nokukhanya kobuKrestu!! Njani?

Amanqaku-ntengiso:

Intembeko:  Ingangubani na umnye onegunya lokusixelela eli bali ngaphandle komntu ezitye kuye esikhumbeni izagweba zengcinezelo njengomAfrika nanjengomKrestu okwayinkokheli kwezi nkonzo?

Ikhwelo:  Le ncwadi ihlaba ikhwelo kuthi sonke, abangamaKrestu nabangengawo, lokuba uKrestu akayomali ehlala ezipokothweni zababala lithile kuphela.

Ibuza imibuzo eyoyikwayo:  Omnye wale mibuzo ngothi, kungani na ukuba xa ungumAfrika kufuneka ungazihlanganisi nobumdaka nobuhedeni bobuAfrika ujike uzibize ngoKrestu? Kungabonwa ngxaki kumKrestu okwaliNgesi.

 

SKU: 003 Category: Uncategorized
  • Reviews (2)
  • Enquire

2 reviews for UbuNgqina bobuKrestu bama-Afrika

  1. osandigital – October 27, 2017

    My name is Anathi Ntabeni, I’m filmmaker based in Cape Town but I’m from Skobeni near Bisho. Last month I was in Eastern Cape to visit my family. I happened to bump into a poster about a book launch of MAQOMA – THE LEGEND OF A GREAT XHOSA WARRIOR. I was like I need to see this. I attended the book launch and I felt so ashamed that through my adult years I do not know about THIS GREAT LEADER and that next year we will be celebrating 145 years of his passing. I bought the book, read it and I think a lot of young people need to learn about this great warrior. I’m interested in doing a Documentary on This Great Warrior, to celebrate His life. Most of my research will be based on the book MAQOMA THE LEGEND OF GREAT XHOSA WARRIOR. I believe these are our stories, we need to tell, it’s our history, and we need to celebrate it.
    Kind Regards
    Anathi Ntabeni

  2. Rated 3 out of 5

    Lithemba – April 17, 2022

    Yeah

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Product Enquiry

This is a short description

Name*

Email*

Enquiry*

Related products

  • Umthandazo wama-Afrika

    R140.00
    Add to cart Show Details
  • Dying Unto Myself

    R260.00
    Add to cart Show Details
  • African Christian Witness

    R160.00
    Add to cart Show Details
  • Ingqokoqho

    R130.00
    Add to cart Show Details

Heritage Quotes

Maintaining one’s culture, values and traditions is beyond price.

— Getano Lui, jnr.

Pages

  • About
  • Account
  • Blog
  • Cart
  • Checkout
  • Contact
  • Gallery
  • Home
  • Resources
  • Services
  • Shop
  • Terms and Conditions

Recent Posts

  • Maqoma – The Legend of a Great Xhosa Warrior
  • MAQOMA: Crowdfunding appeal for the making of a Film
  • Life Before Interruptions
  • INSIGHT: Maqoma – Legend of a Great Xhosa Warrior
  • National Book Week & South Africa Book Fair Promotion

Tags

Heritage Inkundla Traditional Court Ubuntu
© Copyright | Amava Heritage Publishers - Designed By Osan Digital (PTY) LTD
Maqoma’s Last WarKuyayiwa Kwayiwayo
Scroll to top